In Mexico, the referee had to intervene in the 10th round of the match following an avalanche of punches thrown at Curiel by the hardworking Nontshinga from the ...
People of Qunu, young and old, braved the rainy cold weather to vote for the parties of their choice.
Chippa United forward Lerato Manzini believes the game against Wits is a must win
?Ndongeni is big in South Africa, so we asked ourselves: ?Is it okay to keep him here in the Eastern Cape or allow him to grow??
Umqeqeshi weBafana Bafana, uShakes Mashaba, uxakekile enkampini apho alungiselela umdlalo oza kuba phakathi kweqela lakhe neMauritius, ...
Izinto azimntaka-ngqika kwiqela lesizwe lebhola ekhatywayo, iBafana Bafana, emvai kokuba libethwe ngamanqaku amabini yiBotswana kwiCawa ephelileyo.
Iqela lesizwe lebhola akhatywayo, iBafana Bafana, lima xhaphetshu kwezi ntsuku ngamalungiselelo etumente yeCosafa.
Elinye lamazwe amakhulu ebholeni, iGhana, kuvakala ukuba izakucingisisa isigqibo sayo sokuthatha inxaxheba kwitumente ye-COSAFA ezakudlalelwa kweli loMzantsi Afrika ...
Umhla wamashumi amabini anesixhenxe kuTshazimpuzi ayomini nje efana nezinye iimini kuba yimini yembali, kaloku abantu beli lizwe ngo-1994, bathi bafumana inkululeko ...
Ngokuhlwa kwanamhlanje kuzodibana oomakad'ezondana kwibhola yaseMzantsi Afrika, iMamelodi Sundowns yamkele iKaizer Chiefs kumdlalo ozobanjelwa eLucas Moripe Stadium ...
Umongameli we-South African Football Association, uDanny Jordaan, umqeqeshi we-Bafana Bafana uShakes Mashaba kunye nosihlalo we-Orlando Pirates u-Irvin Khoza, bathethe ...
Umbutho olawula ibhola ekhatywayo, iSAFA, kwingingqi ye-OR Tambo kwiphondo leMpuma Koloni, isebe lezemidlalo ephondweni, kunye nomasipala iKing Sabatha Dalindyebo ...
Ibhola ekhatywayo iphantsi kwelifu elimnyama kwakhona emva kweendaba ezilusizi ezivakele emva kwemini yangoLwesibini ezithi uJohn “Shoes” Moshoeu uswelekile
Rhoqo ngelixesha enyakeni, uMasipala wase Chris Hani uququzelela ugqatso lweembaleki(Marathon) ngelikhumbula igqala lomzabalazo nowaye ngusosiba jikelele wamaKomanisi ...
Umqeqeshi weKaizer Chiefs, uStuart Baxter, ulungiselela owona mdlalo ubalulekileyo kule veki nozakuqinisekisa ukuba ngenene iqela lakhe liphetha le sizini ka-2014/15 ...
Abalandeli beqakamba abangenayo imali yokubhatalela iinkqubo zikamabona-kude ohlawulelwayo bazakusokola ixesha elide kuna ngaphambili ukuba akude kufumaneke icebo ...
Iqela lase Mgungundlovu, iMaritzburg United, libethe iBloemfontein Celtic ngegowuli elinye kwinto eqandeni kumdlalo we-Absa Premier Soccer League obubanjelwe eKaizer ...
Ithemba loMzantsi Afrika kwimidlalo yeCAF edlalwa ngamaqela atshatsheleyo apha e'Afrika, i-Orlando Pirates, lilwe kwamdaka iisali ngethuba libuya nenqaku emva kokubambana ...
Ibuye nendumasi intwazana yaseKomani ebidlala kwitumente ka zwelonke yamanqindi ebibanjelwe eFreyistata kutshanje
Xa ndikhangele imeko yezopolitiko eMzantsi Afrika inditsho ndikhumbule ababhali abafana nembongi yaseXhalanga, ubawo uJames James Rhanisi Jolobe kumbongo wakhe othi ...
Sekuphele ixesha elingangeveki kuhlaselwa abantu abasuka kwamanye amazwe angaphandle
Abalandeli beMamelodi Sundowns bashiyeke bethe khunubembe emva kokuba iqela labo libethelwe oogqirha nezicaka yiBlomfontein Celtic ngamagowuli amahlanu eqandeni ...
Eziphuma kwi-ofisi yomphathiswa wezemidlalo nezoyolo, uFikile Mbalula, zithi wonwabe kakhulu emva kwentlanganiso ebiphakathi kwakhe namagosa aphezulu wombutho olawula ...
Lifikile kwakhona ithuba kwabo banomnqweno wokudlala ibhola kumgangatho ophezulu. Iphulo lokukhangela italente kweli loMzantsi Afrika exhaswa ngezigidi yiNedbank ...
Nangona izimvo ngendlela oosompempe abayiphatha ngayo imidlalo ibisoloko iyinto yabalandeli ngoku nabantu abadlala indima ephambili kwibhola ekhatywayo, baphumele ...